Loyal Eagles FC

Loyal Eagles FC Loyal Eagles Foot ball Cub
Address: Qinisa Location ,
Nyandeni LM ward 29,
Ngqeleni ,
Eastern Cape

23/08/2023

I meeting ebizobanjwa ngo 3 ngomso apha kwa Ward 29 amaxesha atshintshile izobango 9. Niyacelwa lutsha lwakwa ward 29 nibekhona ngobuninzi benu ngakumbi abo bazobe bengekho skolweni.

UMBA:1. Kuzokonyulwa I Youth league
2. Kuzokwenyulwa Sport leadership .

Venue : Ngqeleni ward 29 ,Qinisa Location ,Kwa bhodi.

14/08/2023

Molweni bahlali bakwaward29 kucelwa abantu abatsha kwabhodi eQinisa kuzokube kukhona amagosa asuka kwaSPU ke ndiyacela nize kuzimamelela ukuba kuzokube kusithiwani ngolwasuku

INDAWO:KWABHODI EQINISA
IXESHA:09:00am
UMHLA:17-08-2023

UNGAPHOSWAAAAA

Imbila yaswela umsila ngokuyalezela!!!

Inkcukacha ezithe vetshe malunga nale ngxelo unganditsalela umnxeba Mrs Z Mrawushe(ward29 Ceba) 063 747 8000

Today  bekuzalwa enye ye players ze Loyal Eagles.iplayer ongasoze uyibone inxibe enye I number ngaphandle kuka number 2....
18/05/2023

Today bekuzalwa enye ye players ze Loyal Eagles.iplayer ongasoze uyibone inxibe enye I number ngaphandle kuka number 2. If uyinike enye inumber ayiziva. Umdlali ukhaba ngenyawozombini noba umnika eyiphi ukuqala phantsi kwe Pali uyoma kwi striker zonke positions yazidlala. Abamthandayo bathi ngu AYA. ON BEHALF OF THE TEAM HAPPY BIRTHDAY BOY,

Nanini ubona I Loyal Eagles isebaleni uboyazi uba u Jersey no 10 uyanxitywa namhlanje bekuzalwa our future star player J...
17/05/2023

Nanini ubona I Loyal Eagles isebaleni uboyazi uba u Jersey no 10 uyanxitywa namhlanje bekuzalwa our future star player Jersey number 10,Basera. HAPPY BIRTHDAY Ntwana estrongo

Igwala esiswini kunina
27/04/2023

Igwala esiswini kunina

27/04/2023
04/04/2023

Bahlali base Qinisa nase Mazangweni nantsi I team yenu Idinga I support ukuze inyukele kumgangatho ongasentla ndiyacela umntu asixhase ngalonto afikelela kuyo,ukuze abantwana bethu bazodlala kwinqanaba elingasentla, iphupha lethu kule season kuku wina I league okanye siphume u number 2.

Kancane kancane siyangena kula Top 3
04/04/2023

Kancane kancane siyangena kula Top 3

26/03/2023

TODAYS GAME

Loyal Eagles vs Misty Mount
Loyal Eagles 3 Misty Mount 0

04/03/2023

Address

Ngqeleni

Telephone

+27635285726

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Loyal Eagles FC posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Share