06/10/2020
Hey guys page yam le e so njengoba ndisazi ba summer kuyitshisa Abantu bazoyo e lwandle so funa group efuna kuya noba kunini inditashe ndi organise taxi zaubasa kuyoba mnandi I will make sure ba xa nipha yonke mpahla yenu safe nibuya no safe thanks