Mcubakazi Boxing Club

Mcubakazi Boxing Club Mcubakazi Boxing Club πŸ₯Š
Registered NPO (296-264) | Butterworth, Eastern Cape Empowering youth through boxing, discipline, and mentorship.

A safe space for 8–17-year-olds to grow, stay active, and build brighter futures. πŸ’ͺ✨

bazibizele kwenzek God is good
06/09/2026

bazibizele kwenzek God is good

Isukile
27/08/2026

Isukile

22/08/2026
MCUBAKAZI BOXING CLUB Coach Mali, enkosi kakhulu ngenkuthazo yakho, nangokuhlala usikhuthaza ngee-video zakho, ngamazwi ...
22/08/2026

MCUBAKAZI BOXING CLUB
Coach Mali, enkosi kakhulu ngenkuthazo yakho, nangokuhlala usikhuthaza ngee-video zakho, ngamazwi akho nangothando onalo kulutsha. Uyaphila kakhulu kwi-boxing kwaye wenza umahluko omkhulu ebantwaneni. Hlala unjalo Coach, uthixo akusikelele kakhulu. πŸ™πŸ½πŸ₯Šβ€οΈ

my boy well done
08/08/2026

my boy well done

Enkosi kakhulu, Mr Mzuzu, kunye nazo zonke iiTeachers zezikolo. πŸ™β€οΈSiyabulela kakhulu ngenkxaso eniyinika abantwana kwic...
07/08/2026

Enkosi kakhulu, Mr Mzuzu, kunye nazo zonke iiTeachers zezikolo. πŸ™β€οΈ
Siyabulela kakhulu ngenkxaso eniyinika abantwana kwicala lezemidlalo, ngakumbi kwiBoxing. Inkxaso yenu ikhuthaza abantwana ukuba basebenze nzima, baziphathe kakuhle kwaye babe nethemba ngekamva labo. πŸ₯ŠπŸ‘
Sibulela kakhulu nakuni maCoach eMcubakazi Boxing Club (MBC) ngenkxaso, ukuzinikela kunye nomsebenzi omkhulu eniwenzayo ekukhuliseni nasekuphuhliseni abantwana kuluntu.
Masisebenzisane ekwakheni ikamva labantwana bethu. πŸ₯Šβ€οΈ
Enkosi kuni nonke ngenkxaso yenu! πŸ™

03/08/2026

Yini, Bawo? Ngaba uza kusenzela nini? Abantwana banyamezele ixesha elide. Yini na, Bawo? Siyakucela usivulele indlela, usisikelele, uze usincede. Amen.

21/07/2026

Asibahle, usicebile kakhulu njengomqeqeshi weklabhu yethu. Siyabulela ngexesha lakho, ukuzinikela, inkuthazo, kunye nendlela osihlala usixhasa ngayo. Enkosi, Coach, ngomsebenzi omhle owenzela iqela lethu. Wanga uThixo angakusikelela akomeleze ukuze uqhubeke usikhokela. Siyazingca ngawe! πŸ₯ŠπŸ™

MBC Motto: "Train Hard. Stay Humble. Never Give Up. Champions Are Built, Not Born."
17/07/2026

MBC Motto: "Train Hard. Stay Humble. Never Give Up. Champions Are Built, Not Born."

14/07/2026

morning boxers

Address

1606, Mcubakazi
Butterworth
4960

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Mcubakazi Boxing Club posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Shortcuts

Share