07/09/2026
Bathi nanku coach Gxoth'abantu,abanye bathi Nobula,abanye bathi coach Kopolo,abanye bathi Krila abanye bathi yhoo lacoach uyakgxotha xa ufike late or bhatale ifine,abanye bathi yhoo ujimisa ngo6 ekseni..kuyaliwa kufuneka the mindset of a champion..in this team..dankie bye..